Simphiwe Dana
Simphiwe Dana - Bantu Biko Street lyrics
Your rating:
Noba esisipaji Singenayw' imali Ndosiphatha xa ndihamb' eBantu Biko Street Wathi qala ngaphakathi Noba esisiqhova Singenasidima Ndosithwala dade Andinakuxelelwa Ngugi wandifundisa Andinayw' imali Yokuthenga zonke (Ezazizezam azikhw' eZazulwana) Kodwa ndakuthusa Xa kuthiwa makuyiwe (Kudala ndiw' gangatha kuphil' akuthengwa) Akuthengwa (Kuphil' akuthengwa) Yintoni leyo (Kuphil' akuthengwa) Khuza wena Asinakuyazi, hayi isimanga Nawe Mongameli Xa ubon' abantu bakho (Unqandwa yintoni ungaphilis' isizwe) Wena Mongameli Fundis' abantwana bethu (Nants' intw' esay' lwela ungathi ulibele) Sihamba nzima (Sihamba nzima) Siyazama (Sihamba nzima) Khuza wena (Ngathi sowubon' indifanele le ndawo) () Sizwe esimnyama Soya njalo phambili (Soya njalo phambili xa sime sibanye) Sizwe esintsundu Ungayek' ukukhathala (Kungaba kuphelile xa ungakhathali) Wawukhona (Wawukhona) Besithathela konke (Wawukhona) Sakhal' inyembezi (Thina sobabini sivela eGolgotha) Emaphupheni nasezitoyitoyini (Singa singahlala siyikhangela ihambo) Ezingcingeni nasezinkonzweni (Siyakuzinceda siyikhangele ihambo) Hamba njalo (Hamba njalo) Sukoyika (Hamba njalo) Ngoba kufanele Zincede khawuleza lingekatshon' ilanga () end... Composer and Author: SIMPHIWE DANA 2007